N Noxolo Ngqulwana 5 years ago Qubani bethuna sinani ngemithandazo umntu olwa nani ulwisa isizwe sonke siphela. Phambili Mamfene.
B Bhabha Ngqulwana 5 years ago Simi nani bantwana bethu. Hambani ningemi uThixo ukhona. Kufike ixesha lokutyhilwa kwenyaniso ngoku. Asilwi nabeNgunu qha sifuna siqhekezelane ngesonka kulomhlaba wobawo Mkhulu. Ndivuyela lento yokuba ibali likaNongqawuse ukhokho wethu sizakulibalisa kakuhle singoyiki mntu kuba indima isekunyathelweni kobukhosi bethu ngabeNguni. Hambani ningemi makwedini sijonge kuni. Siyalubona udumo nizenalo ekhaya. Namhlanje ubukhosi bukaHlathi bumisiwe nguRhulumente womzantsi Afrika.
T Thobeka Ngqulwana 5 years ago Featured Qinani bantwana nimise inyaniso ngelixesha sisaphila ngalo. Sekusele thina sedwa abadala kulemizi yakwaNgqulwana. Phambili sizakunixhasa kuba siyabazi obubukhosi enibutyhilayo. Kwakubuhlungu ukwehliselwa kotata ebuNkosini benziwe amaphakathi eNkosi emhlabeni wabo.
M Mbana Fraiser Ngqulwana 5 years ago Mabubuye ubukhosi bukaHlathi kudala bunyathelelwa phantsi. Kufike ixesha likaThixo lokumiswa kwenyaniso phaqa. Siyaxolisa kubantu abanyatheleka enkonsini asinayo enye indlela ngaphandle kwalendlela esenza ngayo. Isizwe nesizwe sinkokheli zaso zemveli.
G Gcinumthetho Ngqulwana 5 years ago "Ubukhosi bukaHlathi mabuvuswe". I support the restoration of Hlathi Monarch.
R Raymond Trollip 5 years ago I am signing in solidarity with "black or swart Bushmen clans" or Hlathilites.
Qubani bethuna sinani ngemithandazo umntu olwa nani ulwisa isizwe sonke siphela. Phambili Mamfene.
Simi nani bantwana bethu. Hambani ningemi uThixo ukhona. Kufike ixesha lokutyhilwa kwenyaniso ngoku. Asilwi nabeNgunu qha sifuna siqhekezelane ngesonka kulomhlaba wobawo Mkhulu. Ndivuyela lento yokuba ibali likaNongqawuse ukhokho wethu sizakulibalisa kakuhle singoyiki mntu kuba indima isekunyathelweni kobukhosi bethu ngabeNguni. Hambani ningemi makwedini sijonge kuni. Siyalubona udumo nizenalo ekhaya. Namhlanje ubukhosi bukaHlathi bumisiwe nguRhulumente womzantsi Afrika.
Qinani bantwana nimise inyaniso ngelixesha sisaphila ngalo. Sekusele thina sedwa abadala kulemizi yakwaNgqulwana. Phambili sizakunixhasa kuba siyabazi obubukhosi enibutyhilayo. Kwakubuhlungu ukwehliselwa kotata ebuNkosini benziwe amaphakathi eNkosi emhlabeni wabo.
Mabubuye ubukhosi bukaHlathi kudala bunyathelelwa phantsi. Kufike ixesha likaThixo lokumiswa kwenyaniso phaqa. Siyaxolisa kubantu abanyatheleka enkonsini asinayo enye indlela ngaphandle kwalendlela esenza ngayo. Isizwe nesizwe sinkokheli zaso zemveli.
"Ubukhosi bukaHlathi mabuvuswe". I support the restoration of Hlathi Monarch.
I support the idea.
I support the idea.
I support the idea.
I support the idea.
I am signing in solidarity with "black or swart Bushmen clans" or Hlathilites.
I support this initiative.
I'm signing in solidarity with Hlathi Clan.
I support the idea.
I support.
I support the idea.
I support the idea.
I support this idea.
I confirm the inclusion of our family in this petition.
I support this noble idea.
I support the idea.