G Gogodo Ntwabananto 5 years ago Hayi imbali ifuna ukuqalwa ekuqaleni ukubhalwa kuba kuyabonakala ukuba yonke bubuxoki. Phofu ngubani kwasekuqaleni owayibhalayo, yayisithini injongo yakhe? Icacile amadlagusha ayebhala izinto zawo ngenjongo yokulahlekisa nokuxabanisi isizwe esintsundu.
S Siyabulela Xabanisa 5 years ago Ndiyaxhasa ndithanda lembali entsha evelayo nobukhosi beHlathilites.
M Mkhozi Botha 5 years ago Featured The historians need to revisit the story of Nongqawuse because the Hlathilites revealed their side of the story which was not known. This is very interesting.
S Sandiso Mhlakaza 5 years ago Emva kwendlala yokuxhelwa kweNkomo ngonyaka ka1856-1857 wabhaca uMhlakaza nonyanya bakaNgqulwana bebhacela konyana bakaMshweshwe uFeni noSobukhwe kwiHlathi likaMshweshwe elaye labizwa ngokuba yiWood House Forest. Wahlala apho uMhlakaza wabhubhela phakathi konyana bakaNgqulwana. Bathi bakuva abeNguni ukuba uMhlakaza noNgqulwana bazifihle kwiHlathi likaMshweshwe. Yaba yimfazwe enkulu phakathi kwabo nabeNguni. Boyiswa ngonyaka ka1860 ngabeNguni behlangane namaNgesi. Kwathi emva koko iHlathi likaMshweshwe labizwa ngokuba yi Woodhouse Forest. Onyana bakaMshweshwe nabakaNgqulwana benziwa amakhoboka abaThembu phantsi kwendlu kaMathanzima. U Feni wabekwa eGwatyu, uSobukhwe eQueensland wathi yena uNgqulwana wayokuma kwintili zikaMshweshwe ekuthiwa ngoku nguLubisi. Baphuncuka apho onyana baNgqulwana bayokuma eLadfrere, Elliot naseKapa. Kulapho sifumaneka khona isizukulwana sesizukulwana sikaNgqulwana noMhlakaza.
T Thamsanqa Mhlakaza 5 years ago Featured Ndiyavakakisa ukuba siyakuxhasa ukubuyiswa kobukhosi bethu. Yinyaniso emsulwa ukuba iNkosaza uNongqawuse izalwa kwaNgqulwana. Wathathwa nguGoliad Mhlakaza emva kokulimala nokufa kukayise uNgqulwana emfazweni yaseBholompo, nekaMshweshwe kwagqibela eyase Alivani "Battle of Aliwal North" ngonyaka ka 1845.
H Hlumelo Xinindlu Ngqulwana 5 years ago I support this noble idea of restoring the destroyed kingdoms.
N Nomthandazo Ngqulwana 5 years ago Mabufike ubukumkani bethu kudala kwathethwa ngabo. Abantu abaninzi sebasweleka ababesithembisa ngobukumkani.
Wayetshile uSteve Biko wathi imbali yethu ifuna ubhalwa okutsha.
Hayi imbali ifuna ukuqalwa ekuqaleni ukubhalwa kuba kuyabonakala ukuba yonke bubuxoki. Phofu ngubani kwasekuqaleni owayibhalayo, yayisithini injongo yakhe? Icacile amadlagusha ayebhala izinto zawo ngenjongo yokulahlekisa nokuxabanisi isizwe esintsundu.
Ndiyaxhasa ndithanda lembali entsha evelayo nobukhosi beHlathilites.
Izwe lethu malibuye nobukhosi obaxangxathwayo ngamadlagusha.
The historians need to revisit the story of Nongqawuse because the Hlathilites revealed their side of the story which was not known. This is very interesting.
Emva kwendlala yokuxhelwa kweNkomo ngonyaka ka1856-1857 wabhaca uMhlakaza nonyanya bakaNgqulwana bebhacela konyana bakaMshweshwe uFeni noSobukhwe kwiHlathi likaMshweshwe elaye labizwa ngokuba yiWood House Forest. Wahlala apho uMhlakaza wabhubhela phakathi konyana bakaNgqulwana. Bathi bakuva abeNguni ukuba uMhlakaza noNgqulwana bazifihle kwiHlathi likaMshweshwe. Yaba yimfazwe enkulu phakathi kwabo nabeNguni. Boyiswa ngonyaka ka1860 ngabeNguni behlangane namaNgesi. Kwathi emva koko iHlathi likaMshweshwe labizwa ngokuba yi Woodhouse Forest. Onyana bakaMshweshwe nabakaNgqulwana benziwa amakhoboka abaThembu phantsi kwendlu kaMathanzima. U Feni wabekwa eGwatyu, uSobukhwe eQueensland wathi yena uNgqulwana wayokuma kwintili zikaMshweshwe ekuthiwa ngoku nguLubisi. Baphuncuka apho onyana baNgqulwana bayokuma eLadfrere, Elliot naseKapa. Kulapho sifumaneka khona isizukulwana sesizukulwana sikaNgqulwana noMhlakaza.
Ndiyavakakisa ukuba siyakuxhasa ukubuyiswa kobukhosi bethu. Yinyaniso emsulwa ukuba iNkosaza uNongqawuse izalwa kwaNgqulwana. Wathathwa nguGoliad Mhlakaza emva kokulimala nokufa kukayise uNgqulwana emfazweni yaseBholompo, nekaMshweshwe kwagqibela eyase Alivani "Battle of Aliwal North" ngonyaka ka 1845.
I confirm the inclusion of my family name in this petition.
We want access and royalities of Hlathikhulu Bush Forest.
I support this noble idea of restoring the destroyed kingdoms.
Our Kingdom must be restored.
Mabubuye kudala kwathethwa ngabo obuBukhosi.
Our Kingdom must be restored.
I support the noble idea of reclaiming our royalty.
Mabufike ubukumkani bethu kudala kwathethwa ngabo. Abantu abaninzi sebasweleka ababesithembisa ngobukumkani.
Ubukumkani bethu mabufike ngoku siyabufuna.
I want our Kingdom back.
We want our Kingdom back.
Masibufumane ubukhosi bethu siyabufuna.
Ndiyaxhasa nam ubukhosi bethu mabubuye.