S Sitsaba Waxa 5 years ago Mabubuye ubukhosi xa ikhona indlela Hlathi, Msuthu, Jambase, Canzi, Sanzanza, Maphala Ngezandla.
N Ngazibini Waxa 5 years ago Ndithanda lombono omhle kangaka wokumiswa kobukhosi bukaHlathi kunye nabeSuthu.
N Nololo Msaba 5 years ago The dreams do come to pass. I embrace this noble cause of restoring the destroyed Hlathilites Kingdoms and Chiefdoms.
M Manunu Msaba 5 years ago I like this noble cause of restoring the destroyed kingdoms by the colonial and apartheid forces.
N Nomama Msaba 5 years ago Ndiyaxhasa ndivuya ukuba imbali kaDungster iyatyileka yokuhluthwa kwakhe umhlaba emva kwemfazwe yase Alivani ka 1845. Abantu bakhe bahlala e Aliwal North, Barkly East, Molteno naseNdwe. Ndiyalithanda kakhulu elinyathelo lokumisa ubukumkani bukaSonqua.
S Sizakele Cekiso 5 years ago Imfazwe yase Alivani ka1845 yenza ukuba siphulukane nomhlaba nobukhosi bethu singamaMfene. Kudala ndisitsho apha eBarky East ukuba uMshweshwe noHlathi bazilwa kunye imfazwe. U Hlathi wenza isivumelwano noMshweshwe ngokuthi abantu bakhe ababese Cape Colony bawele kulawulo lukaMshweshwe eLusuthu. Bonke aBesuthu abengahlali eLusuthu yayisizwe sikaHlathi noMfene. Yiyo lento kuthiwa amaMfene noNzaba zisizwe zabeSuthu.
I like this notion of restoring the aboriginal mornachies of Hlathilites.
I support the idea behind the verification of Hlathilites Royal Houses.
Mabubuye ubukhosi xa ikhona indlela Hlathi, Msuthu, Jambase, Canzi, Sanzanza, Maphala Ngezandla.
Ndithanda lombono omhle kangaka wokumiswa kobukhosi bukaHlathi kunye nabeSuthu.
Ndixhasa ukumiswa kobukhosi bamaMfene.
The dreams do come to pass. I embrace this noble cause of restoring the destroyed Hlathilites Kingdoms and Chiefdoms.
Phambili ngobukhosi bethu.
I like this noble cause of restoring the destroyed kingdoms by the colonial and apartheid forces.
Phambili ngoDungster nobukhosi bakhe.
Phambili ngendlu kaDungster nobukhosi bayo.
I support this noble cause of veryfying the royal house of Dungster.
I support this idea of verying the royal house of Dungster.
Mabubuye ubukhosi bukaDungster.
Pambili ngobukhosi bukaDungster.
Ndixhasa lomsebenzi omhle wokumiswa kobukhosi bukaDungster.
Phambili ngobukhosi bukaSonqua.
Ndiyaxhasa ndivuya ukuba imbali kaDungster iyatyileka yokuhluthwa kwakhe umhlaba emva kwemfazwe yase Alivani ka 1845. Abantu bakhe bahlala e Aliwal North, Barkly East, Molteno naseNdwe. Ndiyalithanda kakhulu elinyathelo lokumisa ubukumkani bukaSonqua.
Imfazwe yase Alivani ka1845 yenza ukuba siphulukane nomhlaba nobukhosi bethu singamaMfene. Kudala ndisitsho apha eBarky East ukuba uMshweshwe noHlathi bazilwa kunye imfazwe. U Hlathi wenza isivumelwano noMshweshwe ngokuthi abantu bakhe ababese Cape Colony bawele kulawulo lukaMshweshwe eLusuthu. Bonke aBesuthu abengahlali eLusuthu yayisizwe sikaHlathi noMfene. Yiyo lento kuthiwa amaMfene noNzaba zisizwe zabeSuthu.
Zonke izizwe zinobukhosi bazo. Nathi sinabo ubukhosi singamaMfene.
Ndiyawuthanda lombono wobukhosi bethu.